
21/10/2024
Tune in to Ikhala fm Breakfast show with Ndingu Pastor-Bae Tsobo Wamaz_moya š»
Ngumvulo namhlanje we try again magenge ,uvuka uphi ngalentseni athini amazwi ongawaphosa ngalentseni kumntwana ka GR 12 ozakuchophela iphepha lakhe lokuqala ?
š»:Ikhala fm 95.7
šwww.khalafm.co.za
āļø:0798700049