Thole Lomthwakazi Music

Thole Lomthwakazi Music Song writer // Singer // Best Performer
For Bookings 0782739814 [email protected]
(2)

07/10/2025

Ninayo nina lento yokucinga umntu xa ezihluphekela nengqondo akanayo🤔

05/10/2025

Sukhathazeka kakhulu nawe uzowufumana umsebenzi ude usebenzele utywala😏

03/10/2025

Anikwazi nina ethweeni🤣

02/10/2025

I think ukuba ndandititshwe ngu Mr Mbi ngendinzima kakhulu😭😭😢🥱

26/09/2025

Omnye ngezicholela mna ngk ndisaphatshileyo🙃

21/09/2025

Ningabolibala ukuthandazela inkedama❤🙏

20/09/2025

Kuyahambeka nasemnyameni ntozkabawo ningancami🥲

16/09/2025

Sometimes ukhe ubone nje ukuba bekfanele ukuba ndifaka inqindi apha😩qha indlavini iyagxothwa emsebenzini 😭

12/09/2025

Umthandazo wam wemihla-ngemihla 🏚

04/09/2025

Sendifanelwe yintombi ezondingomba ngoba xa umathile nizobayi 50 nitsho ningahoywa nonke😭😭😫

03/09/2025

Ngumni isibongo salamfana osolwa ngokweba imfuyo elalini yakho😌babizeni ndizonilwela

Address

Lusikisiki

Telephone

+27782739814

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Thole Lomthwakazi Music posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Thole Lomthwakazi Music:

Share