Ougee the Short Base

Ougee the Short Base I'm a radio personality
Motivational speaker
MC
I love and respect others πŸŽ§πŸŽ€πŸŽ€πŸ“»πŸ“»πŸ“»πŸŽΆπŸŽ΅πŸŽ΅πŸŽΆπŸŽ΅πŸ’•πŸ’•β™₯

14/11/2025
14/11/2025

Ayikho tu iBoyfriend ena 35+ qha wena ithi uno tatomkhulu ozimiseleyo ngawe

13/11/2025

"I’m proud of you" from the right people is so comforting and motivatingβ€β€πŸ©Ή

10/11/2025

Abantwana aba rich mabekhala bagijima baye up Stairs, laba bethu bagijima bagibele phezu kwe ngqoloba😭

04/11/2025

β€œAndinayo e bank, ndino cash” uqonde pewuuu 😭😭😭

03/11/2025

iGusha ihlala inexhala likaDyakalashe kwaye ihlala imoyika kwizinto zonke iThemba uMalusi Amathuba wokuba uDyakalashe ayifumane mancinci kuba uMalusi uhlala eyigadile

Kodwa oyena Mntu uxhela iGusha ngumalusi lo uthenjwe kakhulu Yi Gisha

Nakobothu ubomi kunjalo Asilinyazwa ngamatshaba la Siwaziyo asijikelwa ngabantu esingabaziyo asimonelwa ngabantu abakude kunathi Koko simonelwa kwangaba Siwa sivuka nabo simonelwa ngaba besibanceda izolo





happy new week good people

01/11/2025

Stop - yima
Wait - yima
stand up - yima

Isixhosa sinengxaki kodwaπŸ€”

31/10/2025

Ayabhampa amagwinya e hotel tshisaπŸ’ƒπŸ’ƒπŸ’ƒπŸ’ƒ

31/10/2025

Zeke nitshate abafazi abahle kulo December akumnandanga uphunga unentsiniπŸ˜‚

31/10/2025

Word of the day : Yiwa uvuka fight for the life you promised yourself



Address

Mount Frere

Telephone

+27835507092

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ougee the Short Base posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ougee the Short Base:

Share