Ezitshisayo ekuhlaleni

Ezitshisayo ekuhlaleni Sichola chola zonke indaba eziqhubekayo ekuhlaleni kwi EC yonke nakumanye amapondo onke

kuthwa lo siso ubulele lobhuti wamngcwabela endlini
14/11/2025

kuthwa lo siso ubulele lobhuti wamngcwabela endlini

Admin ndihlangana nale ku fb, khawuncede ufake Sifunisa ngalenja ingu Khumushe Mthuthuzeli Zuma wase Maqhingeni bethuna ...
12/11/2025

Admin ndihlangana nale ku fb, khawuncede ufake

Sifunisa ngalenja ingu Khumushe Mthuthuzeli Zuma wase Maqhingeni bethuna udlwengule umntana ona 7months phofu ngumzukulwana wakhe lomntana lenja le engenantliziyo, ubuya ejele phofu ngayo le r**e ayiphindayo...

11/11/2025

admin hide me ndingaveli nakancinci

kuvaka ukuba kubulewe abafana abathathu kwilali yaseNgqeleni eNothintsila,Abafana baye bayokuxutha izibham e Hluleka Nature Reserve kunye nemali,kuthe ekukhangelweni kwawo afunyanwa kwigumbi abathanda ukuzivalela kulo abatyholwa,kuthiwa ke lamatyendyana aye adubula kuqala kangangokuba elinye lamapolisa abelapho liye lasweleka,Kuvakala ukuba amatyendyana amabini abaleke angena ehlathini akakabhaqwa

Kubi kulalali andiyinqweneli

please bote for her
08/11/2025

please bote for her

08/11/2025

Kuthwa oTatazala are the sweetest please share your experience abanabo?

akhontw'izolala phandle apha indlu ikhona
06/11/2025

akhontw'izolala phandle apha indlu ikhona

05/11/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Piliswa Ndyave, Andrew Malema, Ntombovuyo Ntosh, Sindy Gwamanda, Notando Matyholo Ngibe Matyholo, Yone Liseka, Alunamda Nomagxaba, Mastesh Nyathi, Mamvulane L Marawu, Joy Siyahlala, IG Lwanele, Jumbo Mbotho, Mihle Smith, Viwe Qwelie, Yolanda Mlobeli, Bongani Diko, Ntondo Gabayi, Iminathi Benesha, Promise Mkalipi, Thembelihle Sthe, Ntombifuthi Radebe, Mazola Lzk Hlebo, Anam Matshaya

02/11/2025

xa siqala nje inyanga yokugqibela ephambi kwenyanga evala unyaka
ndifuna ukuthi.masithandaze siqine

zinyqnga ezimbi ezi isikakhuku kugcwele ukukhala kwi families ezithile noxa ibazonyanga zeziyinguma kodwa usatana uye adlale indima yakhe ndithi.masiqineno ekuthandazeni ibelulonwabo.lodwa kulo unyaka

02/11/2025

Big shout-out to my newest top fans! Thandiwe Marhanjana, Tsholoba Chops Ntomboxolo, Lungile Syanda, Cordelia Codz Corate Ntlabathi, Precious Nomnikelo, Sinokuhle Oluhle Rhangayi, Nosie Makabuhle Ntlokwana, Osmond Side, Nommiselo Daniso, Weshie Wamatshawe AkwaBangani, Nomalinge Xhobo, Thandokazi Mushmellow Mdayi, Zokeka Mabala, Zee Khowa, Anda Vumenjani, Andisiwe Mambuyisa Gcadinja, Immo Immo, Mafukaz Portia Mjacu, Zimbindaba Ludidiaa, Mdumane Nama, Luleka Dlakiya, Taka Othalive Mangiwa, Tee Qodi, Nontsikelelo Ntsikie Fayindlala, Nandipha Lufele, Zeze Nunu, Sindiswa Magwaxaza, Siziwe Ngolomane Bastile, Siphokazi Mavuka, BM Maboli, Kaleni Nomfundiso, Nomalizo Soga, Onako Phumi Naza Mnqwazi, Thamsanqa Myendeki, Phumla Ntloko, Zoleka Lebitsa, Ntoshie Abukwe Nqodi, Masande Tasunday, Patrick Loyiso Ngqoyiyana, Vusi Azile, Sisanda Bunwana, Mamosa Moyakgolo, Mandisa Tyali, Linda Qupe, Nomoto Zaukhendithule Smotosh Dyonase, Buzeka Siswana, Ledza Lhelhe Nkoane, Ntombomzi Nyosana Sixoto, Mabhayi Mamaya Tomsana, Thasu Nomalanga Samuels

02/11/2025

Big shout out to my new rising fans! Bukiwe Gqithiso, Luniko Nanise

02/11/2025

Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Nandipha Toyo, Nandipha Sikota Merika, Sindy April, Vuyokazi Vuyo Kungawo, Noluvo Lizalise Maweya, Olothando N. Masukude, Siphokazi Siyaphi, Nkarh Nyirh Sorh KhorNars, Ntobeko Koko Ningi, Zamahlubi Siwe, Enzokuhle Joy, Lubabalo Lubha, Busisiwe Mafaku Mancuma, Matenza Mimi Dlova

Address

Mqanduli

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ezitshisayo ekuhlaleni posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share