Dj Ano L

Dj Ano L Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Dj Ano L, DJ, Ngqeleni.

24/01/2024
11/01/2024
11/01/2024

Kuthina esinganabazali nesiphuma emindenini engekho rich sengathi uThixo angezwa imikhuleko yethu asiphumeleliseπŸ‘πŸ•―

10/01/2024

INYEMBEZI ZENKEDAMA

sizwe sini nah esi πŸ˜₯😭
Sandibulalela abazali bam phambi kwam 😭
Sandishiya ndihlupheka 🏚
NDIHLALA ebhlokrweni πŸ˜₯πŸ’”
Ndandingaz uba ndoze ndiphile obu bomi πŸ˜₯

Ndalala ngenyembezi oko 😭
Wea satan wandithathela abazali bam 😭
Ndalala ngamathumbu anomoya πŸ˜₯πŸ’”
Ngengxa yakho satan din πŸ˜₯
Abanye abantwana bahleka nonina πŸ˜₯
Mna ndihleka ndedwa πŸ˜­πŸ’”πŸ˜₯
Nindibulalele abazali nithi nzophila ngantoni 😭πŸ˜₯
Abazali bam bandishiya kwelilizwe 😭
Bebulawa ngabanye abantu πŸ’”πŸ˜₯😭
Wadlwengulwa umama πŸ’”πŸ˜₯😭
Utata wadutyuwa πŸ˜₯πŸ’”πŸ˜­

10/01/2024

NDABANGA INTLONI EKHAYA
------------------------------------------------------
Ndibanga intloni ekhayaπŸ˜₯
Abasekhaya bandinike uthando bendikhathalele xandisenza izinto eziphambeneyo πŸ˜₯bengafuni noba nditshaye πŸ€¦β€β™‚οΈπŸ˜”kodwa andamamela 😭kuye kuthiwe yonke into oyenza ebumnyameni ineziphumo ezimbi 😭

Bazali bam ndicela nindixolele yayingezo njongo zam πŸ˜­πŸ™......
Akusekho lula utshintsha ngo 😭 cela nixole kulondawo πŸ™πŸ˜­πŸ˜”

Ndiyaz ndanika abantu into yothetha ngani πŸ˜­πŸ’”bazali bam ndicela nindithembe nzowafezekisa amaphupho am neminqweno yam πŸ˜­πŸ’”

Bazali bam ndithembeni

10/01/2024

Mama ngubani tata
=================
Mama ngubani tata wam ewe mama ndiyayazi uba lombuzo unzima kuwe kodwa ubushushu besana baziwa ngunina

Mama ndiyayaz uba undithwelele inyanga ezilithoba zonke usihla usenyuka nam usokola kodwa uye wabayi ndlovu awasingwa ngumthwalo wakho mama ndixolele ndihlutshwa ngumbuzo ngaphakathi ngubani utata

Iminyaka iyahamba ingqondo iyabhadla , umntu uyakhula akazazi tuu mama
Ndikhumbula ndisemncinci ndikubuza utata ungaphenduli

Mama ndiyaz ukuba utata wakuhluk*meza ndibona inzondo le ebusweni bakho kodwa mama yenzela unyana wakho nabazululwana bakhe

Mama andidingi mali katata or izinto zakhe kodwa igazi nomphefumlo azinakuphumla izinto k*m azilungi πŸ˜₯πŸ˜“πŸ˜­

Mama ngubani utata lombuzo ngowo sana oluthwaxekileyo , olubethekileyo imizamo yalo ayibonakali ivalwe ngulo mbuzo πŸ˜­πŸ˜­πŸ™

Mama ngubani tata wam 😭😭

07/01/2024

umntu athi incinci kodwa xa ingena axhume

hai nditsho i 350 bantase πŸ₯Ί

05/01/2024

thixo mfethu khasiphe abantu aba sure ngathi , ayikho le.

11/12/2023

Kindly follow this page❀️πŸ₯ΊπŸ₯Ίβ€οΈ

Address

Ngqeleni

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Dj Ano L posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category