17/04/2022
Kuyoze kubenini nah "?
Simonelana sodwaa"
Kuyoze kubenini nah "?
Sivalelana sodwaa"
Ndivuka everyday sani ndiguqe emadolweni\\
Ndicele kubawo ukuba andibeke endaweni\\
Kanti aphe caleni bathi hayi mvaleleni\\
Angekhe aphumelele sisekhona aphe mhlabeni\\
I wonder why?aphe bantwini mna ndenzeni\\
Ingxaki iy1 broh asoze sifaneni\\
Sawde siyofeni oko oko sishiyaneni\\
Ayithi monelani xa ungenanto empokothweni\\
Uzawndenza ndingosabi ubheka phe bumnyameni\\
Ndizbone ndiphatha iskhali ndizfaka emsakazweni\\
Ndithule ndingazboni kodwa ndisenkathazweni\\
Slowly but surely umona usentakathweni\\
Wena ba awboni kujika neFamily\\
Ukuba unantoni uphenduke nge enemy\\
Ngomamela itshomi more than ur family\\
Askies I'm sorry akasetyenziswa njeh\\
Ukhona umoni obangela kubenje\\
Olawulwa lidimoni ngoba zange abenje\\
Kuyoze kubenini nah "?
Simonelana sodwaa"
Kuyoze kubenini nha "?
Sivalelana sodwaa"
Xa udlala ngexesha uthi uzolilela bani?\\
Xa undiva ndibhexesha uthi wea lona ngubani?\\
Ndibusy ndiyasebenza ndibonga amandla Ka'mdali\\
Ngosebenzisa ingqondo ukuze ndifumane imali\\
Ndibendlongondloko kwi freestyle ndingabhali\\
Ndingangeni trongo okanye ndibethwe ngumhlali\\
Ndenze into ezirongo nje for uzisa imali\\
Xa ndibokoboko ndizothandwa ngubani\\?
Manhlale kulentsokolo uthixo ade aveze iplani\\
Xa ndisenza izono ndizoxolelwa njani\\?
Xa ndisithi ixolo andinoviwa nangubani\\
Nesthulu singamangala xa ndibusy ndisenza isign\\
Singathi ndiyaphambana cz ndingumbulali\\
Ndiyapura phara ubsuku bonke andilali\\
Ndibekwe namabala ngapha nangapha kule lali\\
I don't give a f**k sani asoze ndibeyi punani\\
Hate me or like me oh hayi akunani\\
Plz ungandi judge ngoba yona iqeshwa ngemali\\
U waste.a ngeskhathi xa ujongene nam\\
Ndizobali Mali wena ubale amanani\\
Xa umgca manani evelile yiAnswer\\
Zungandifaki I'm the number one\\
Uzova kukhala ibhari isithi incasa yemali imnandi\\
Andizothandwa ngubani nobani andiyomali\\
Kuyoze kubenini nah "?
Simonelana sodwaa"
Kuyoze kubeni..