19/02/2023
Ukuthakatha kangaka ngabi nayo nentliziyo...phof anicingi ukuba yonke lento inesiphelo sayo,khumbule isiphelo sento oyenzayo sixhomekeke kwa kuwe
Guquka ukuba wenza ukungcola kungeka rhatyeli kuwe