24/01/2026
If awuyazi iSeaview gijima uzobona‼️‼️‼️
i-Seaview yindawo edume kakhulu endaweni yase Mzamba eLurholweni (eCasino).
i-Seaview idume ngendlela yokuthi even nabantu abakwezinye iindawo bazi nge i-Seaview xa ubaxelela ubana uhlala eMzamba or eCasino, umve umntu xa umxelela ba uhlala eMzamba athi "Hay andiyazi mna landawo kodwa ndike ndive ngeSeaview".
So idume olohlobo ke, abantu abakhulele eMzamba bayazi and bazokhumbula ba kwakusenziwa amaChips phayana kwaphinda kwenziwa nama planga back pha kwi 90s to 2010
i-Seaview iyindawo entle kangangokuba xa use Seaview ubheke ezantsi ubona ulwandle luvele kakhuhle . Into endize nayo ke ngoku yile yobana aybo yaze yathuthuka i-Seaview !!
i-Seaview ibonwa bosomabhizinisi abasezingeni ukuthi intle futhi banga investa imali zabo phayana ngokuvula ama business ngoba akugcinanga ekutheni kwenziwe iChips namaplanga phayana, ne Tavern ka Tatu' Nongede (RIP) nayo ingenye yama business akudala ayesenkabeni yeSeaview.
Ngoku ishube kakhulu, ngoba sekwabakhona i-Garage , ATM, KFC and few shops phayana kwakusenziwa khona iChips nama plangwe kwelinye icala.
Then pha kwakukho iTavern sekukho Bottle Store, Shisanyama nestolo .
KHUPHUKA SEAVIEW ‼️‼️
Don't forget to follow for more