Prophet Yolisa Manyati

Prophet Yolisa Manyati Reverend. Wife. Mother. Teacher. Nurturer. Giver. Carer. Called and chosen by God Almighty. 🙏❤️

Ungaphoswa mthandi nomlandeli we Ilizwi Fm
23/07/2025

Ungaphoswa mthandi nomlandeli we Ilizwi Fm

Mlandeli nomthandi we Ilizwi FM sinedinga ngecawa ungaphoswa ngentsimbi yesine uyakutsho ngentsimbi yesithandathu
23/06/2025

Mlandeli nomthandi we Ilizwi FM sinedinga ngecawa ungaphoswa ngentsimbi yesine uyakutsho ngentsimbi yesithandathu

17/06/2025

I'm in the top 6% of Ilizwi FM fans. I earned 276 points on their weekly engagement list last week.

Happy Fridaaaaaay zithandwa zam
13/06/2025

Happy Fridaaaaaay zithandwa zam

13/06/2025
06/06/2025

Andiyazi ekujikeni kwelanga namhlanje ukuba ubuhlangene nantoni namhlanje emsebenzini, ekuhlaleni,eskolweni kodwa ndifuna ukuthi Be still and know that He is God ongaxakwa nto ohleli njalo esiphumelelisa kwimeko ngoba siyancwina akululanga kwelilizwe kodwa masithembe owaseCalvary niyathandwa ngamazulu noba isimo sithini kodwa hlala usazi uyathandwa nguYesu

05/06/2025

Angenza konke uThixo namhlanje ndifuna ukuthi kuwe ungamncami uThixo noba imeko ojongene nayo ibuhlungu kangakanani kodwa sinoThixo okhathalayo niyathandwa ngamazulu

Address

Grahamstown

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Prophet Yolisa Manyati posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Prophet Yolisa Manyati:

Share