Pastor The DJ

Pastor The DJ DJ & MC Bookings:

O73 741 4160 (No Calls, WhatsApp Only)

[email protected]

Interviews &

Game Day πŸ’ͺ .. Molweni eMonti β™₯οΈπŸ™‚
06/09/2025

Game Day πŸ’ͺ .. Molweni eMonti β™₯οΈπŸ™‚

06/09/2025
Yi Mpolo Yabahlobo this weekend eMonti, kodwa ufika kwam eQonce funeka ndizithele xhwii ezipasile ngoba itsho kulandawoo...
04/09/2025

Yi Mpolo Yabahlobo this weekend eMonti, kodwa ufika kwam eQonce funeka ndizithele xhwii ezipasile ngoba itsho kulandawooo … ndiyithanda ukufa iRhemere, yeyona imandi ndiyaziyo le iyi Cold Brew ☺️

09/07/2025
Putting the final touches to Azzu@DaBay. We're at the beachfront, by the pier. Opening this Saturday with a viewing of t...
09/07/2025

Putting the final touches to Azzu@DaBay. We're at the beachfront, by the pier. Opening this Saturday with a viewing of the Springboks game as our highlight.

Come over for pre, during and post game drinks and a meal. A great line up if DJs is also on the menu for the day.

20/06/2025

Mhlobo! Ixesha olithandayo ligalelekile kwakhona!
Impolo Yabahlobo iyabuya ngomhla wesithandathu kuSeptember 2025, eMonti!
Olu lusuku lokuba iintsapho zonwabele umculo ngelixa nabo abantwana besonwatyiswa ngeendlela ezohlukeneyo. Abasasazi obathandayo boMhlobo Wenene FM kwakunye noosaziwayo baza kube belapho! Idinga linge-6 kaSeptember eMonti. Iinkcukacha ezithe vetshe ziza kulandela!

Address

6-58 Albany Road, Port Elizabeth Central , Port Elizabeth
Port Elizabeth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Pastor The DJ posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Pastor The DJ:

Share

Category