22/07/2016
Season 3
insert1
ndingqengqile emkhukhwini ebesiqashe kuyo emakhaza so yenza lonto kubesekhaya,umama akekho usesbhedlele kodwa uzophuma kuleveki
"nqo,nqo!"
me:ngena
xa ndiguquka ngu amanda umheza
amanda:yho andidinwe lingo sisi
me:yintoni na mntase or khange ulale
siye sahleka ndaphakama ndamenzela ukutya
amanda:undiphe ne drink bhabha marn...aka kabuyi uLinothando?
Me:ha.a yhu ubuzova ngengxolo sana kaloku xa kukho elogeza
amanda:eyona nto umhle ufana umamakhe
me:no ways akafani nam lomntu ufana nodabs wakhe uba ungambona nje
yho ndasuka ndakwenze indawo ndothetha ngodabawo ka Lino...
I wonder ndingathini xa enofuna uya kutata wakhe,ndizothi akekho apha,uph?wafa no ways andinokwazi uthi wafa..."lingomso"
me:ndim lowo
amanda:ucinga phi na ntombi ngoba awuyivanga yonke lento bendiyithetha
me:ubusithini amish?
Amanda:ndithi funeka ucele le Hunk yakowenu ike iyosibeka etown siyofola bo ngoba sizojamelana nelanga kube nini?
Me:yaz unyanisile amanda qha andazi ndizokwenza njani ngomntanam kengoku,i think ngesiqale silinde umama abengcono ngoba uya discharg(wa) this week
amanda:yhu zindaba ezimandi ezo yhu
umama ebebanjwe sistroke kalok so kwa la offer yoba uzoba yimanager kwa Eskom apho ebesebenza khona irhoxisiwe
iphone yam yakhala ibiyinumber endingayaziyo
Me:hello
caller:lingomso
me:ewe ndim...
Caller:ndicela sidibane torho xa ufree
me:ndithetha nabani kqala
caller:no kholeka sisi haybo sewandilibala na?
Me: oh hayi kholeka kalok usuke wanelizwi elisezantsi,anyway sodibana phi for ntoni lhalha?
Kholeka:ndyakucela torho noba uze apha etown nzosuka ndikunike imali yogoduka ndifuna sithethe
me: ok ke nzobona nge week-end nhe
kholeka:sho ke sisi
i end the call,besendimqumbele kaloku lomntu ngenxa yodlala ngobhuti wam wabe ebemthanda emenzela yonke into kodwa ke niyayazi andingomntu unamagquma komnye umntu qha bendingayithandi nje lanto wayenzayo abuye abenesbindi sofuna udlala happy family nomntu oqhubekeke ngobom bakhe,i decided to call u soso yakhala isdala xa ndincama wayichola
soso:baby
me:molo uryt
soso:ndimoja wena
me:nam ndiryt qha ndiziva ndikukhumbula
soso:yho nana nam kanjani qha ekapa andizokwazi ukuza its too risky ono taxi balapho abakandilibali
me:yabona ke soso ndakuxelela kwasekuqaleni ba ubugintsa bakho mabuphelele pha ekomani ungathi apho ufika khona uyamosha
soso:yhu hayi uyandishumayeza ngoku baby tyhini,uphi umntanam?
Me:useseskolweni
soso: ok ke undibulisele nhe mandihambe ngoku i'l call you xa ndinexesha
i hang up,amanda was staring at me into edikayo
me:yintoni?
Amanda:igintsa!
Me:no yena ungumntu oryt shem uyazisebenzela qha yilanto ba akakwazi uyeka ngenza yegenge yakhe isoloko imanipulater ngoba wayengeyonto and so on anyway wena uphi owakho umntu ngoku
amanda:no don't change the subject,hayi ngoku uSakhile aklufuna kangaka angakulinge azibulalise ngegintsa
me:hahaha hayi marn ngumntana uSakhile
amanda:tshomi igintsa lirongo nyani marn
me:migo chill sisi usoso akakho harmfull tu,jha yena une mistakes zakhe njengabanye abantu
yhu u amanda wandenza ndazisola ngothandana no Masonwabe,ndacinga umnyama qha naye inoba uqhubekekile ngobomi bakhe kodwa and ugqibela kwakhe ufowna wayelapha ekapa wabe efuna undibona mna ndazulisa ngenxa yoba ndiyayiqonda uzofuna uLino and mna ndinesazela salonto kuba ndyambona akafani kokwabo uLino ufana nelageza linguInga usister ka Anga qha so ja ndazigqibela ngelohlobo uba uLino ngubani uyise ngenxa yofana kwakhe pha,andibadingi nje bebonke ngoba usoso ufana notata kuLino and usinika uthando sisobabini
my phone ring xa ndiyijonga ngudabawo unospelo
me:auntie
nosi:heeee haybo awsenqabe tshini Lingomso
me:yho antie airtime inqabile kodwa ke i know thats not an excuse
nosi:nyani ke baby ngoba uyayqonda ba ungafaka no call back tshini,uryt phof nana
me:ndyaphila wena unjani
nosi:nam ndyaphila funeka nike nize kwi holide tyhini
me: ok sozama maybe pha emaxesheni
nosi:so iskolo awkasifumani?
Me:ha.a ndisengumahlalela wlapha ekapa
nosi:hayi lingo uyathanda
me:hayi marn inoba ndisafuna ubomi bam bubuyele kwimo yabo nomama aphile kauhle
nosi:kanti umakoti uphi angayohlala nabo?
Me:ukhona qha uyayazi kalok uvele uzibambe xa into ibhekisa emzini
nosi:eshee lomntana wazi ntoni ngomzi ungendanga nje wena
me:hahahaha ndiyibona apho kuwe
nosi:ba ubuyazi sana ndinobubele mna
me:yazi usoso seke wathi undifuna kokwabo
nosi:wena wathini
me:ndisemncinci nje sisi besides animfuni nje apha endlini
nosi:no its not that ba asimfuni zizenzo zakhe esingazifuniyo.uzenza umntu kodwa uyazazi ungudyakalashe hayi akuzolunganto,ok ke nontombi bye
me:bye mama
usoso kalok wake wathatha imoto ka bhuti umyeni ka nosphelo nam ndandingekayazi ba uyilekaka yegintsa
ungumntu onobubele kodwa yena and ulinene ngeke uyiqaphele lonto ba ulisela,imenemene.
ULino uye wabuya eskolweni ndamenzela into etyiwayo wayodlala ndahlamba i uniform yakhe ndakugqiba ndambiza sadlala sobabini,umama wayeqhele udlala nam ke ndisemncinci so funeka ndidlale naye lo nangona egeza nje