Ingxaki Zesjolo Zase Mzantsi

Ingxaki Zesjolo Zase Mzantsi Sithumele Ingxaki apha:
0786594583 okanye email [email protected]

Khupha lento ingaphakathi sikuncede sibanintsi suhlala nento ikutya khupha ingxaki onayo ngaphakathi uzoxola emoyeni wakho

12/01/2026

Mzantsi ndicela ubuza kwababhuti , ungakwazi uthandana nomntana wentanga yakho? Mamelani nina ladies

11/01/2026

2026 uzuzifundise ukuthobeka.Ungangaphumeleli ngoziphakamisa nje.Abanye abantwana abafundanga kondwa izinto zibahambela kakuhle. Umhle kondwa awunamntu.ixesha liyahamba lonto ndikuxelele.Ndibahlanganisile abantu abanye basemizini ngoku.

11/01/2026

Happy Sunday!I'm not going to church, got a new job starting tomorrow.Umntu wayefuna umntu apha undizamele.

09/01/2026

Hello, Ingxaki Zesjolo Zase Mzantsi! Mna cela uzamele osele buqina ofuna nje umdavazo not love dovy umnike ofuna I Nr ungayikhuphi kwi public.

All you need is ❤️ love🌻 .
09/01/2026

All you need is ❤️ love🌻 .

Mzantsi wonke ongenamntu makeze.Inbox or raise your ✋️.
09/01/2026

Mzantsi wonke ongenamntu makeze.Inbox or raise your ✋️.

08/01/2026

Im Ms SB currently ndse PE ndingowase Dutywa
Ndinomntana oyi1 ndfuna umfana between 37-45 noba uphi enye sayincokola xa ndimfumene

08/01/2026

Mzantsi, all those Looking for partners must raise their hands or inbox me.

Khawundizame nam ndizomzama ngayo.
07/01/2026

Khawundizame nam ndizomzama ngayo.

06/01/2026

Adm,
I'm bringing the feedback regarding my message yesterday. No success yet, appreciate your effort. I believe I will meet the right person somewhere.
Thanks

05/01/2026

Adm, hide my identity.

I'm a man looking for a lady age between, 31-36 years old, in Jozi or Eastern Cape. Above matric preferred. Not working is better, makes it easier to relocate. I'm from Tsomo. I have a 9-year-old boy. I'm a non-drinker. Contact admin for my number. Please don't contact if you're in Cape Town or just playing games.

04/01/2026

Mzantsi zizovulwa izikolo kanene.Utywala sibusele sonke.impahla zabantwana sizozithenga sonke?Kondwa imizamo yotywala besiyenza sonke nje

Address

Strand

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ingxaki Zesjolo Zase Mzantsi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ingxaki Zesjolo Zase Mzantsi:

Share

Category