Legit Meezy 138

Legit Meezy 138 Beat Producer 🎶
Photographer 📸
iiPhoto andinikisi ngazo ku inbox naku WhatsApp unless uyi organizer ye tournament.

Ningcono nina kudala nambona u Zain ukuba uzohlupha as time goes, mna ndandiqala ukumbona apha😳😳ndithi yintwana etheni n...
14/09/2026

Ningcono nina kudala nambona u Zain ukuba uzohlupha as time goes, mna ndandiqala ukumbona apha😳😳
ndithi yintwana etheni na le isokolisa kanje🖐🔥

Ayikho I league eniyaziyo for le age engaka? Ndifuna ukuyo joinela iintwana zam enzele zihlephule kwasani ephambkwazo🥺♥️...
14/09/2026

Ayikho I league eniyaziyo for le age engaka? Ndifuna ukuyo joinela iintwana zam enzele zihlephule kwasani ephambkwazo🥺♥️♥️ please even if kukhona I team engaka kwi lali yakho, usibize sizoza nezam kwaye sizoyiphatha ne camera🥺🤝🤙🔥 mabadlale abantwana ukuze bangabinalo ixesha leziyobisi

The future 🔥♥️🍾

Xa usenza I tournament uyenzela bani? wena or ii teams? if uyenzela wena then susibiza thina, if uyenzela ii teams then ...
14/09/2026

Xa usenza I tournament uyenzela bani? wena or ii teams? if uyenzela wena then susibiza thina, if uyenzela ii teams then imali mayicace kwaye ungalweli ukuba ku profit wena🍾🤝 sanukwenza I business ezo benefit nina kwindawo apho bekufan'ukuba niyaphuhlisa🖐♥️

471🤙🖐🍾🤝
14/09/2026

471🤙🖐🍾🤝

👑♥️
13/09/2026

👑♥️

Ezase Caba madoda🔥♥️🥺 oww bafethu zincinci ezintwana bendicinga mna ngalamajita amadala atshaya intsangu, hayi ndiyanixo...
13/09/2026

Ezase Caba madoda🔥♥️🥺 oww bafethu zincinci ezintwana bendicinga mna ngalamajita amadala atshaya intsangu, hayi ndiyanixolela makwedini ngokusebenzisa iifoto zam kuke page yenu, bendiba yile team yobhuti benu ababulalwa ngamajuba. Andiwacacelwanga nyhani lamajita amadala alapha elalini, I team yawo nje soze ndayi support ngamane ndiyo supporter I team yase Phungulelweni nase Mthonjeni if ikhona😭💔

Caba United fc 🔥♥️

Ezase Kasi🥺♥️🤙
12/09/2026

Ezase Kasi🥺♥️🤙

Abekho ready🤞👌👑🫵
We are brothers through football ♾️

🫵♥️💯Kusasa ko 4 rooms
12/09/2026

🫵♥️💯Kusasa ko 4 rooms

Kuzokwaziwana, kamnandi ndi free ksasa🔥🥺 ibhola yase Ntabankulu ndifuna xakubalwa abantu abaye banegalelo ekuyiphuhlisen...
12/09/2026

Kuzokwaziwana, kamnandi ndi free ksasa🔥🥺 ibhola yase Ntabankulu ndifuna xakubalwa abantu abaye banegalelo ekuyiphuhliseni nam ndivele phaya ekugqibeleni sogqiba kuthiwe and many more😆🔥👌🫵

ungeva ngabantu yizozibonela, xesha litshintshile 09h00.

kuzocaca inkunzi.

.
.

Kxndly-Nash🔥🫵
12/09/2026

Kxndly-Nash🔥🫵

Address

Tabankulu

Telephone

+27784848868

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Legit Meezy 138 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Legit Meezy 138:

Shortcuts

Share