23/08/2025
Kulemiyalelo sashiywa nayo ngumama wethu u Elizabeth Paul 🙏
Liyinene elithi masifuneni inkonzo Kuba eminye imiqondiso yethu isezinkonzweni🙌🙏
Uthi omnye udade bekukhe kwatsha apho bahlala khona 🔥uthi bafika abantwana bendaba Zosindiso bephethe izinto zokumngxasa🙏🙏uthi abanye be fowna bamfakela icentana 🙌 uthi ukhonza e Wisile uthi angena nawo ama Wisile ephethe ezawo izipho ezokumngxasa🙏🙏uthi ngosuku lwesibini aphinda angena amaWisile emphathele I three piece ye khabhathi🙌🙏aqala angena ngaphakathi ampeyintela afaka I khaphethi kwakuhle🙌🙏uthi eyokugqibela ashiya I grosari eninzi nemali amnika nemphahla🙌🙏o
Konke ke oku uyakubulela kwaye bulela Amandla alomthandazo athe amsikelela futhi amqhamisa phantsi kwemeko ebekuyo😥🙌🙏
Lithemba nokholo 🙏 bantwana bedinga lomoya 🙏 🙏 🙏