20/11/2020
Ingaba iposi zeli ziyoyiswa ngumthano wabantu begrant yeziR350 kungoba kutheni ziqala emva ko9 ukurholisa,kodwa kweyabadala bayakwazi yaye bazama ukubagqiba abantu,lenxaki ilelephi mzantsi,kusasa eziposeni,khanihlome
Official page of Ugie Community Radio Station
Ugie Extension
Ugie
5470
Be the first to know and let us send you an email when UGIE Community RADIO posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.