Mthatha Trending News Feeds

Mthatha Trending News Feeds Stay Updated With Umtata On-going Events, Happenings, Trends, News, Views and Reviews (Local & Media)
(2)

sikwa Mzileni eSdwadweni kuTsolo
12/12/2025

sikwa Mzileni eSdwadweni kuTsolo

FESTIVE SEASON - Tree Lighting🌲🔶
11/12/2025

FESTIVE SEASON - Tree Lighting🌲
🔶

10/12/2025

INGOZI YEMOTO eMTHATHA

Izolo ebusuku ngezithuba zo 9 kutshayiswe umntu kwindlela u R61 xa usuka ngase Fortgale uzongena eMandela pha ezintsimbini.

Ngokwengxelo, isthuthi sika wonke wonke esiyi quantum ebesisuka ngase Mthatha sithe sagila ubhuti obezihambela ngenyawo kwabe kanti kwangelo xesha imoto ebilandela emva kwaso yagquzula le quantum ngemva.
Uye wasweleka ngoko nangoko ubhuti lo ebehamba ngenyawo, akhekho omnye umntu olimeleyo ngaphandle kwemoto ezi eziye zalimala ngamandla.

abaqhubi bemoto bobabini batyhola inkungu ebingamandla ethe yenza kwabanzima ukuqhuba, lonto ethe yakhokhela ekubeni kwenzeke lentlekele

02/12/2025

🔰PUBLIC SERVICE CIRCULAR🔰

PUBLIC NOTICE | Famous Mthatha Derby postponed to a later date that is yet to be confirmed.
02/12/2025

PUBLIC NOTICE | Famous Mthatha Derby postponed to a later date that is yet to be confirmed.

01/12/2025

Ke December Boss💃🕺

01/12/2025

Weekly Weather Forecast 🌍
🌇 City of uMthatha
Dec 1st-7th🌚/🌞
Monday > 12/27☀️
Tuesday > 13/20 ☀️
Wednes > 12/19🌨️
Thursday> 15/27 ☀️
Friday > 14/30 ☀️
Saturday > 13/22 🌦️
Sunday > 14/23🌧️

TODAY's EVENT | Reggae Hip Hop Fusion 🏨 Stanley Hall, Mgxaji eNgangelizwe🕜 From 14H30 Till Late
29/11/2025

TODAY's EVENT | Reggae Hip Hop Fusion
🏨 Stanley Hall, Mgxaji eNgangelizwe
🕜 From 14H30 Till Late

28/11/2025

Enjoy Your
BLACK FRIDAY
Deals!

Please Be On The Look Out!
24/11/2025

Please Be On The Look Out!

23/11/2025

Kindly take caution of the Route61 towards eNgcobo. Vehicle collision. Slippery road, please drive with ease.

Mabaye Bephila. Babuye Bephilile!N**i iingcibi ZaseKSD:
22/11/2025

Mabaye Bephila. Babuye Bephilile!
N**i iingcibi ZaseKSD:

Address

22238 Callaway Park. Mission Extension
Umtata
5100

Opening Hours

Monday 06:45 - 21:00
Tuesday 06:30 - 21:00
Wednesday 06:30 - 21:00
Thursday 06:30 - 21:00
Friday 06:30 - 21:00
Saturday 07:30 - 23:00
Sunday 08:00 - 21:00

Telephone

+27475370394

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mthatha Trending News Feeds posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share