UMhlobo Wenene FM 88 - 106

UMhlobo Wenene FM 88 - 106 Umhlobo Wenene FM is a broadcast radio station in Port Elizabeth, South Africa, providing Xhosa language News, Sports and Entertainment.
(5789)

  noLuckeez Mfowethu .  #20-11.
23/08/2025

noLuckeez Mfowethu . #20-11.

SIPHISA NGAMATIKITI! Siza kube siphisa ngamatikiti okuya kwiMpolo ukuqala nge 22 ka August 2025 ukuya ngoLwesithathu, um...
23/08/2025

SIPHISA NGAMATIKITI!
Siza kube siphisa ngamatikiti okuya kwiMpolo ukuqala nge 22 ka August 2025 ukuya ngoLwesithathu, umhla we-2 kuSeptember 2025.
Yenza idinga neLavith’ibhayi (namhlanje).
Lingakuphosi eli cham mhlobo! Kukho imimiselo nemiqathango

23/08/2025

Masithethe Mtshana :Teen Zone - Namhlanje Kwisiqendu sethu sika Teen Zone siyabuza kuwe Mtshana ukuba wena ngomphi lomntu okwenza uzive ngconi rhoqo xa uthethile naye ngento ibingakuphathanga kakuhle? Kwaye kutheni nje ukhetha yena? Abantwana abaninzi abanabo abantu bokuthetha nabo xa kungabe bengaziva kakuhle yiyo lonto uninzi lwabo lubanoxinzelelo lwengqondo.



23/08/2025

Masithethe Mtshana :Izimvo Zabantwana - Namhlanje Kwizimvo Zabantwana sizakuncokola ngomonakalo owenzeka engqondweni ngokubizwa ngamagama, umzekelo kuba ungumntwana onentloko enkulu kuthiwe unguntlokonkulu kwakunye namanye ke mtshana. Abantwana ngabona bayithandayo lonto bengawazi umonakalo abawenzayo kommye umntwana ngokumbiza ngamagama. Ingaba wena Mtshana ucinga ukuba yintoni engenziwa kwabo abasayenzayo lento kwabanye abantwana? Ukhona ke umlungisi wengqondo esizokuncokola naye ngalomba uSisi Qaqamba Madikizela.



Kwezolimo kuMhlobo sincokola nenina ngohambo lolwalo kulimo, sivule iminxeba sincokole siqonde ukuba ingaba akhona ngene...
23/08/2025

Kwezolimo kuMhlobo sincokola nenina ngohambo lolwalo kulimo, sivule iminxeba sincokole siqonde ukuba ingaba akhona ngenene na amanina kolulimo, ukuba anqongophele angakhuthazwa njani.

UKeke Mthathi yi BossLady yamaza omoya 📻 Kusa uphi namhlanje Mhlobo? 0860 002 672 | 041 391 1221
22/08/2025

UKeke Mthathi yi BossLady yamaza omoya 📻 Kusa uphi namhlanje Mhlobo?

0860 002 672 | 041 391 1221

22/08/2025

Sikudlalele:

1. Goldmax & Dlala Thukzin ft. Zee Nxumalo -
2. Dlala Thukzin & Zee Nxumalo ft. Sykes Rsa -

☎️: 086 000 2672 |

Pearl Majola Kwi   Gweba!☎️: 086 000 2672 |
22/08/2025

Pearl Majola Kwi

Gweba!

☎️: 086 000 2672 |

22/08/2025

FULL INTERVIEW!! Hayi Thela! Thela Hayiiii! Ungaphoswa Mr Thela nge 6 kaSeptember apho ezobe ethel’ umlilo phaya eJan Smuts Stadium. Zintle Babe-Zee Mbusi Luks Gidane

Kulo Mgqibelo we-23 August 2025, yizokuhlala noElvis Mali xa esasazela Ezezolo ngqo eShoprite, eQonce, phakathi kwentsim...
22/08/2025

Kulo Mgqibelo we-23 August 2025, yizokuhlala noElvis Mali xa esasazela Ezezolo ngqo eShoprite, eQonce, phakathi kwentsimbi yokuqala neyesithathu emini. Akahambi yedwa, ukhatshwa nguYarees Mabokela, uMax Onke Sotshongaye noSlujah Bunu we-trufm.
Emva koko baza kube beseLihlombe Traders, eZwelitsha, apho uYarees eza kube esasazela uJaiva Mzansi, abe uElvis noSlujah bengooDJ bosuku.
UNGAPHOSWA KE NGAMATIKITI EMPOLO ESIZA KUPHISA NGAWO KWEZI NDAWO!
Yiza Mhlobo uzokonwaba nathi!
Akhona naseComputicket 👉 https://bit.ly/ImpoloYabahlobo2025 👈

22/08/2025

Skeem seDrive Enochatha sikuphakela udliwano ndlebe nabase Robben Island Museum bebhiyoza kunye nawe lenyanga yamanina. Sitsalele ku 0860002672, okanye usibhalele ku-WhatsApp ku-0413911221. Yabelana nathi ngoluvo lwakho, ungahlomla, wabelane ngayo nabahlobo bakho ngokucofa iqhosha u like okanye ushare.

Hayi Thela! Thela Hayiiii! Ungaphoswa  nge 6 kaSeptember apho  ezobe ethel’ umlilo phaya eJan Smuts Stadium. Zintle Babe...
22/08/2025

Hayi Thela! Thela Hayiiii! Ungaphoswa nge 6 kaSeptember apho ezobe ethel’ umlilo phaya eJan Smuts Stadium. Zintle Babe-Zee Mbusi Luks Gidane Mr Thela

Address

Conyngham Street
Port Elizabeth
6001

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when UMhlobo Wenene FM 88 - 106 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to UMhlobo Wenene FM 88 - 106:

Share