Mbhashe FM

Mbhashe FM Mbhashe FM is a community radio station broadcasting in Mbhashe and Mnquma Municipality and the surroundings on 103.9FM and 106.1FM.
(1)

Find us in Gatyana, Dutywa, Xhorha, Gcuwa, Centane, Ngqamakhwe, Qumrha, Ngcobo, Mthatha and surroundings. Mbhashe FM is a community radio station broadcasting in Mbhashe Municipality and the surrounding communities in the Amathole District Municipality in EC.

24/08/2026

MBHASHE FM LUNCHTIME
12hoo-15h00
103.9-106.1fm
Abasasazi: @ Disco @ Lisa

Monday Edition: Mid day show,Molweni ekhaya.usiphulaphule uphi ngalomvulo?

Whatsapp: 0651189945
Tune in www.mbhashefm.co.za

24/08/2026

Ezasekhaya
09:00 12:00
Frequency :103.9 - 106.1
Host : Nolali

The Monday is Blue kodwa ayithi lonto asinova kamnandi, masijuxuze kunye no Noali kwisikhululo sakho esithandwa nguwe mphulaphuli, fumana ithuba lokuzibulisela kwabathandwa nguwe, ubhafise abazalwayo, usixelele ukuba usimamele uphi wena namhlanje.

Umxholo: Ingaba intlelo zakho zonyaka zimi ngokwendlela obuzihlele ngayo na, ukuba hayi zintoni i challenges ezikuvalelayo ukuba ube awuphumelelanga ekuhleleni ngendlela?

Whatsapp:065 118 9945

24/08/2026

UMBUZO; Yintoni into eyakhe yakwehlela ngoMvulo efunny usuka endlini , walungiswa ngumntu ngaphandle? walungiswa izip or.

24/08/2026



1. Mr Nkoh - U Dali
2. Ikhona - Andinanto

Uvuswa kamandi ngeyiphi kwezi?

24/08/2026



Xa uvuka kusasa ngoMvulo, yeyiphi oyisebenzisayo kwezi?

1. Tea
2. Coffee
3. Amanzi ashushu
4. Energy drink
5. Andiselinto

24/08/2026

Mbhashe FM BreakFast Show
06:00 - 09:00
#103.9FM
#106.1FM
Nkqo nkqo Mholweni ekhaya siyabulisa kuMbhashe FM, Ibhongo neqhayiya lase Mbhashe. Vuka uphakame , uqale usuku lwakho ngovuyo. Sizokunika umculo okwenza intliziyo ibethe kamnandi, sihambe kunye . Sivuka nawe uphi ?

Whatsapp: 065 118 9945

Mbhashe News:IManganyela Youth Foundation nengumbutho ongajonganga kwenza nzuzo eXhorha ibibambe umsitho wokukhuthaza ul...
23/08/2026

Mbhashe News:

IManganyela Youth Foundation nengumbutho ongajonganga kwenza nzuzo eXhorha ibibambe umsitho wokukhuthaza ulutsha namanina ngomgqibelo. Kulo msitho bekukho neSebe lezemidlalo ukuzoxhasa lendibano, nalapho kunikezelwe ngemiqoshelo yamanina (sanitary towels) ngokubambisana neSebe lezentlalontle nenkqubela phambili.

Isikolo semfundo ephakamileyo I King Hintsa TVET College yazise ngamathuba avulelekileyo kwezemfundo kweliziko, batsho bezibophelela ukuba abo bafuna ukufaka izicelo zemfundo bazokuqwalaselwa ngethuba kuvula ixesha lokubhalisela izifundo zabo. IManganyela Youth Foundation ikwahambise nangezipho kumanina athile asekuhlaleni.

uSakhe Zito nongu Sihlalo walo mbutho wongeze ngelithi abawuvali umlomo kwaye bancume oluka Blankethe beyi Manganyela Youth Foundation yimpumelelo yalo msitho nangona ibingowokuqala ukuwenza, watsho esithi abantu bebephume ngobuninzi babo kwaye bezengenjoko zokusebenzisana ukuze kuphuculwe imo yentlalo.

https://mbhashenews.wordpress.com/2026/08/23/ube-yimpumelelo-umsitho-obu-banjwe-yimanganyela-youth-foundation-exhorha/

23/08/2026
23/08/2026

Umculo we Vangeli
9:00 - 12:00
#103.9FM
#106.1FM

Ngu Cawe lixesha lokuba sithi umculo we gospile. Masimdumise simbonge simdumise sithi ungu Thixo wokubongwa. Hlala nathi xa sikuvuselela sikonwabisa ngelizwi lika Thixo nge ngoma. Dlulisa amazwi othando nenkuthazo kwizihlobo.

Ngena emnxebeni sithethe ngo Thixo

WhatsApp: 065 118 9945
On Air : 047 011 0136.
www.mbhashefm.co.za

23/08/2026

UMBUZO WETHU WOSUKU :

Yintoni eyenza umphefumlo wakho uzole xa, ubomi bunengxaki?

Address

Admin Block Mthokwane Junior Primary Nqabarha
Willowvale
5040

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Mbhashe FM posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Mbhashe FM:

Share

Category