Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW

Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW, Radio Station, Umguza.

08/10/2025

Ndininqwenelela unyaka ozaliswe kukukhula, ukufunda, kunye nokuzonwabisa bahlobo be Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW
02/01/2025

Ndininqwenelela unyaka ozaliswe kukukhula, ukufunda, kunye nokuzonwabisa bahlobo be Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW

09/12/2024

Itsho mhlobo we Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW, kwakuphi, kutheni kuqhubeka ntoni?

Kubo bonke abakholwayo, nasi isonkaKWABASEFILIPI 4:7-8 [7] Lwaye uxolo lukaThixo, olugqithisele kuko konke ukuqonda, luy...
08/12/2024

Kubo bonke abakholwayo, nasi isonka
KWABASEFILIPI 4:7-8
[7] Lwaye uxolo lukaThixo, olugqithisele kuko konke ukuqonda, luya kuzigcina iintliziyo zenu neengqiqo zenu kuKristu Yesu. [8] Elokugqiba, bazalwana, ndithi, iinto zonke eziyinene, iinto zonke ezindilekileyo, iinto zonke ezibubulungisa, iinto zonke ezinyulu, iinto zonke ezithandekayo, iinto zonke eziludumo lulungileyo, ukuba kukho sidima, ukuba kukho ndumiso, zithelekeleleni ezo zinto.

Lwaye uxolo lukaThixo, olugqithisele kuko konke ukuqonda, luya kuzigcina iintliziyo zenu neengqiqo zenu kuKristu Yesu. Elokugqiba, bazalwana, ndithi, iinto zonke eziyinene, iinto zonke ezindilekileyo,

07/12/2024

Mna nawe sinoxanduva

07/12/2024

Ingqanga nentsiba zayo, ntak' enqabileyo, enqabele namakhosi,
Ofikelela kuyo ngoyiphiwe
zizihlwele namanyange
Ntinga ntaka ndini
Camagu!!

Address

Umguza

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ingqanga FM 92.4 -Xhosa ZW posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Category